Testo Siyathandana - Amanda Black, Berita

Siyathandana - Amanda Black, Berita
Informazioni sulla canzone In questa pagina puoi leggere il testo della canzone Siyathandana , di -Amanda Black
Nel genere:Музыка мира
Data di rilascio:27.02.2020
Lingua della canzone:Falce

Seleziona la lingua in cui tradurre:

Siyathandana
Qa ebizwa amagama ethu ezulwini
Zoba seqaleni kwakho
Xakufika imini yokugqibela, zoba seqaleni kwakho
Nasemnqamlezweni
Hlal' uyazi zoba seqaleni kwakho
Hlal' uyazi, eqaleni kwakho
Yena nam' u-baby wam', yena nam' s’yathandana
Yena nam' ubaby wam', yena nam' siyavana
Yena nam' u-baby wam', yena nam' sikunye, yeah
Till the end, yeah
Yena nam' u-baby wam', yena nam' s’yathandana
Yena nam' u-baby wam', yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam', yena nam'
Till the end, yeah
Ungowokuqala endicinga ngaye
NgoLwesibini, ndadibana naye
Ngoku mathathu amazwi endinawo
NgoLwesine, NgoLwesihlanu, ndingowakho
Nguwe olawula ingqondo yam' (Nguwe olawula ingqondo yam')
Iyo waphola umphemfulo wam' (Iyo waphola umphemfulo wam')
Wandiphandla amehlo am' (Wandiphandla amehlo am')
Tsho yaxola inhliziyo yami, yeah, eh
Yena nam' u-baby wam', yena nam' s’yathandana
Yena nam' ubaby wam', yena nam' siyavana
Yena nam' u-baby wam', yena nam' sikunye, yeah
Till the end, yeah
Yena nam' u-baby wam', yena nam' s’yathandana
Yena nam' u-baby wam', yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam', yena nam' sikunye yeah
Till the end
Till the end

Condividi il testo:

Scrivi cosa pensi del testo!

Altre canzoni dell'artista: